![]() |
![]() |
Your cart is empty |
||
Showing 1 - 2 of 2 matches in All Departments
Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka kokuzinikezela emsebenzini. Sifumana igqiyazana elinguZami lizifumana lijongene nemicelimngeni emininzi engalindelekanga emsebenzini walo. Lizijula ngokupheleleyo kulomsebenzi liwuphatha ngezandla ezingenamkhinkqi. Kufundiswa ngomvuzo wokunyamezela phantsi kweemeko ezinzima nokusebenza okwetshantliziyo. Le ntwazana idibana neyona miqobo inzima kodwa indlela ethi izimisele ngayo ibonisa ukuba akukho mqobo inokuze iwuvumele ume phambi komsebenzi wayo. Kuyo yonke le nto le ntwazana ayazi okokuba le miqobo yenziwa ngabom ngabaphathi bayo ukuyivavanya ukuba ingasilungela isikhundla esingentla emsebenzini wayo sokusombulula iingxaki zemihla ngemihla kwakunye nokusebenzisana nabantu abasokolisayo nekunzima ukusebenza ngabo. UZami uphumelela emagqabini aze afumane owona mvuzo angakhange awucinge ebomini bakhe.
Le ncwadi ikhuluma ngowesifazana owathola izinkinga emsebenzini engalindelanga. Wayekade esebenza njengonobhala ongakabinawo amava kodwa wazibona esebhekene nomsebenzi omkhulu awawunikwa ngumphathi wakhe wokubhekana nezivakashi ezazibuya eMelika. Wawenza kahle lo msebenzi. Wayekade esebenza nabantu ababezimisele ukuwenza ube nzima umsebenzi wakhe. Waphumelela kuzo zonke izinto ayezenza ngokuzimisela okukhulu. Inkinga yakhe yayiwukuthi wayemthanda umphathi wakhe kodwa engasithandi isimilo sakhe ngoba wayengumuntu ongabonakali ukuthi umqondo wakhe usebenza kanjani. Ekugcineni lo wesifazane washada nomphathi wakhe yaze nenkampani yasebenzisana nenkampani yaseMelika.
|
![]() ![]() You may like...
Controlling Maillard Pathways To…
Donald Mottram, Andrew Taylor
Hardcover
R5,802
Discovery Miles 58 020
Handbook of Nonlinear Optical Crystals
Valentin G. Dmitriev, Gagik G. Gurzadyan, …
Hardcover
R5,337
Discovery Miles 53 370
|