|
Showing 1 - 2 of
2 matches in All Departments
Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula
nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa
kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa
iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka
kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba. Kumaxhoba singabalula
intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye
ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le
ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo
engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela. Kazi yozala
nkomoni na le ntiyo? Masizivele! The story is about a young school
girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is
engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl
and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the
warder at a prison and this is where she starts to have a feeling
of revenge. This eBook is a digital version of the printed,
CAPS-approved book. Benefits of the ePUB format include: The
ability to view on a desktop computer, notebook or tablet.; As
learners adjust fonts, rotate and flip pages, content reflows to
fit the device's screen giving the user a more flexible experience;
and Learners can take notes, highlight and bookmark, and access
video and audio for visual learning.
Winner - Maskew Miller Longman 2014 Literature Awards. Eli libali
elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula nodumileyo
okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa kwabantwana
abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa iziyobisi, aze
kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka kushishino lwakhe
lokuthengisa ngemizimba. Kumaxhoba singabalula intwazana entle
kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye ibonisa
inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le ntwazana
igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo
engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela. Kazi yozala
nkomoni na le ntiyo? Masizivele! The story is about a young school
girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is
engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl
and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the
warder at a prison and this is where she starts to have a feeling
of revenge.
|
You may like...
Bad Luck Penny
Amy Heydenrych
Paperback
(1)
R365
Discovery Miles 3 650
Booth
Karen Joy Fowler
Paperback
R463
R260
Discovery Miles 2 600
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.