![]() |
![]() |
Your cart is empty |
||
Showing 1 - 1 of 1 matches in All Departments
Winner - Maskew Miller Longman 2014 Literature Awards. Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba. Kumaxhoba singabalula intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela. Kazi yozala nkomoni na le ntiyo? Masizivele! The story is about a young school girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the warder at a prison and this is where she starts to have a feeling of revenge.
|
![]() ![]() You may like...
Cases on Responsive and Responsible…
Nor Aziah Alias, Sharipah Ruzaina Syed-Aris, …
Hardcover
R5,815
Discovery Miles 58 150
How to Give Effective Feedback to Your…
Susan M. Brookhart
Paperback
|