Izinja zikolunzima lona uqhankqalazo. Azithandi kwaye azonelisekanga yimpatho eziyifumana kubaphathi bazo. Zide zafikelela kwisigqibo sokuba ziqokelelane zizenzele owazo umbuso apho zingazukuphathwa ngabantu, kwaye zizakutsho zohlukane nomkhwa wokusetyenziswa nzima emva koko zivuzwe ngokutyiswa amathambo kodwa zizo ezize nenyama. Ingaba zizakuphumelela kweli linge lazo? JFunda le noveli uzivele.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!