![]() |
![]() |
Your cart is empty |
||
Showing 1 - 1 of 1 matches in All Departments
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Le ncwadi yokufunda iqulunqwe ukuze iquke oku kulandelayo: Amabali amafutshane; Imibongo; Iintsomi; Idrama. Yenziwe yanemisetyenzana ekupheleni kwencwadi nelungiselelwe ukuze abafundi bakwazi ukuzikhangela ukuba ingaba baya kuqonda na oko bebefunda ngako kule ncwadi yokufunda.
|
![]() ![]() You may like...
Zero Index Metamaterials - Trends and…
Nishant Shankhwar, Ravindra Kumar Sinha
Hardcover
R3,365
Discovery Miles 33 650
Spectroscopic Ellipsometry for…
Hiroyuki Fujiwara, Robert W Collins
Hardcover
R6,343
Discovery Miles 63 430
Phenomenology to the Letter - Husserl…
Philippe P. Haensler, Kristina Mendicino, …
Hardcover
R4,108
Discovery Miles 41 080
Progress in Optomechatronics…
Indrani Bhattacharya, Yukitoshi Otani, …
Hardcover
R4,348
Discovery Miles 43 480
|