Books > Social sciences > Education > Teaching of a specific subject
|
Buy Now
Shuters top class economic and management sciences (Paperback)
Price: R255
Discovery Miles 2 550
|
|
Shuters top class economic and management sciences (Paperback)
(sign in to rate)
Price R255
Discovery Miles 2 550
Expected to ship within 2 - 4 working days
|
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi
ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula
nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo
nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi
zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze
uziqonde nangaphezulu. Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa
ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze
sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu
eso. Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi
kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Le ncwadi yokufunda
iqulunqwe ukuze iquke oku kulandelayo: Amabali amafutshane;
Imibongo; Iintsomi; Idrama. Yenziwe yanemisetyenzana ekupheleni
kwencwadi nelungiselelwe ukuze abafundi bakwazi ukuzikhangela ukuba
ingaba baya kuqonda na oko bebefunda ngako kule ncwadi yokufunda.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
You might also like..
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.