|
|
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Modern language learning material
Izinja zikolunzima lona uqhankqalazo. Azithandi kwaye
azonelisekanga yimpatho eziyifumana kubaphathi bazo. Zide
zafikelela kwisigqibo sokuba ziqokelelane zizenzele owazo umbuso
apho zingazukuphathwa ngabantu. Zazizakutsho zohlukane nomkhwa
wokusetyenziswa nzima emva koko zivuzwe ngokutyiswa amathambo.
Ingaba ziza kuphumelela kweli linge lazo? The dogs are on a very
serious strike. They are dissatisfied with the treatment they
receive from their bosses.
Padi ye e bolela ka mosetsana yo a bego a bitswa Mmapelo. Mmapelo o
be a le botse gomme o be a sa ise botse bja gagwe kua sekolong.
Bophelo bo ile bja mo sinetsa meno. This novel is about a girl
named Mmapelo. Mmapelo was very beautiful and loved her school
work, but as she grew older she changed.
Le ncwadi iphuhlisa ngokuphandle intetho yakwaNtu ethi 'umzingisi
akanashwa'. Libali elimalunga nomntwana oyinkedama okhula phantsi
kweemeko ezinzima nothi ekugqibeleni azuze utho. Umbhali ude
azekelise ngokukhula kwalowo owayesakuba ngumongameli weli uMnu
Nelson Mandela. The title is about an orphaned child who grows up
under thorny situations but accomplishes something in the end. The
author makes an example of the childhood of former President Nelson
Mandela.
Le noveli ingenkwenkwana uYese, unyana kaNyubatyha noMaMfene,
abangabahlali baseMnandizonka. Kule lali imfundo ayazelwe ntweni.
Ukuba umntwana uyakwazi ukubhala afunde, kwanele oko. Nangona
uNyubatyha wayengafuni nokuva nje, uYese noMaMfene bona
bebenephupha lokuba uYese agqobhozele ngaphaya kokukwazi ukufunda
nokubhala. Baye bazama kangangoko. Yese is keen on furthering his
education, but it becomes a battle between his father’s resistance
and his mother’s aid and perseverance in supporting his road to
success.
Le ncwadi ijonge ukufundisa ialfabethi kwabasiqalayo isixhosa.
Njengoko kukho imfuneko emandla yomsebenzi ololu hlobo,
ngokuqinisekileyo le ncwadi iya kuba negalelo ekuncediseni abemi
beli lizwe abangenalwazi ngolu lwimi. This book is aimed at
teaching beginners the alphabet. As there is a great need for works
of this nature, it ought to be a small contribution to the
promotion of literacy.
UNoluthando obizwa ngokuba nguThando uliqhayiya nebhongo kubazali
bakhe. Thando's parents are very proud of her.
Bukeng ena mongodi o hlalosa ka moo dintho tse ngata di yeng di
nyarose ha di qala ho etsahala. Bophelo ba Lesedi le Mmalekupa bo
bile jwalo. Empa qetellong ba ithuta ho di fadimehela ba sa kenya
botho ba bona dipakeng. In this title, the author uses Lesedi's and
Mmalekupa's life to explain many incidents that happen in a
person's life.
Uthotho lwezifundo zakwa-ACE lukuzisela indlela egqibeleleyo
yokuthethwa kolwimi, ukulufunda, ukulubhala ukukukrobisa kwindlela
kwindlela efanelekileyo emalusetyenziswe ngayo. Xa sele ukwazi
ukusebenzisa oluthotho lobugcisa bezifundo zakwa-ACE luzakukunika
uhlobo weenkqubo ezimbini zokufunda kunceda abafundisi-ntsapho
nabafundi kuhlolo, oluzinze kumxholo weenkqubo ezimbini zokufunda
(nangona inkqubo yokufunda nokubhala kunye nobugcisa zingcisa
zingasetyenziswa ngokwahlukeneyo). Oku kukuvuselela, oluthotho
lwezifundo ze-ACE Le yindlela yokuvuselela umgaqo-nkqubo wezifundo
olungele lamaxesha. Kuquka neminye imiboniso emitsha. Ukanti eyona
njongo iphambili.kukufikelela kubafundi, beelwimi, zabantu
abantsundu, bo Mzantsi Afrika.
Dikwalwa tsa Kagiso ke tsa Aforika Borwa tse di lebesitsweng go
Kgato ya Motheo (Kereiti R-3). Di fitlhelwa ka dipuo tse di
latelang: English, Afrikaans, Siswati, Xitsonga, Tshivenda,
IsiZulu, Sesotho, IsiXhosa, Setswana, Sepedi le IsiNdebele. Ka
ditshwantsho tse di mebalabala e e bogegang, baithuti ba kgona go
godisa kitso ya go bala le go kwala. Kagiso readers is a South
African graded reading scheme for the Foundation Phase (Grades
R-3). It is available in the following languages: English,
Afrikaans, siSwati, Xitsonga, Tshivenda, isiZulu, Sesotho,
isiXhosa, Setswana, Sepedi and isiNdebele. Colourful and
beautifully illustrated, the Kagiso Readers enable learners to
develop literacy incrementally.
The Kagiso readers series is an illustrated graded reading scheme
for the foundation phase, which presents a range of situations and
contexts authentically and realistically. These readers will enable
learners to develop literacy skills incrementally and with
confidence to motivate them to read further. Reading is integrated
with other aspects of language, thus developing listening,
speaking, writing, thinking and reasoning skills, as well as
language structure and usage. Available in the following languages:
English, Afrikaans, Siswati, Sesotho, Xitsonga, Tshivenda, IsiZulu,
IsiXhosa, Setswana, Sepedi, IsiNdebele.
The Kagiso readers series is an illustrated graded reading scheme
for the foundation phase, which presents a range of situations and
contexts authentically and realistically. These readers will enable
learners to develop literacy skills incrementally and with
confidence to motivate them to read further. Reading is integrated
with other aspects of language, thus developing listening,
speaking, writing, thinking and reasoning skills, as well as
language structure and usage. Available in the following languages:
English, Afrikaans, Siswati, Sesotho, Xitsonga, Tshivenda, IsiZulu,
IsiXhosa, Setswana, Sepedi, IsiNdebele.
Phetoho e ntjha ya dipolotiki Afrikaborwa e bakili hore ho be le
melao e metjha ya mesebetsi. Ke ka lebaka lena basebetsi ba
rapolasi Swanepoel ba neng ba sa thabela ka moo ba neng ba tswerwe
ka teng ke foromane, oubuti Seabata, eo a neng a ba hlekefetsa e le
ha a kgotsofatsa monnga polasi. Seabata o qetelletse e le molketsi
ya sa llelweng.The new political dispensation in South Africa
brought new labour laws. It is in this context that the labourers
at Swanepoel's farm were not content with their treatment by the
foreman, Seabata, who ill-treated them to please the farmer.
Seabata ended up being the victim of his own doing.
Maikaelelo ka buka e ke go ruta ba ba simololang go ithuta alefabete. Ka gone dibuka tsa mofuta o di a tlhokega, buka e ke tshwaelo e nnye mo tsweletsong ya go ithuta go buisa le go kwala mo nageng e ya rona. This title is aimed at teaching beginners the alphabet. There is a need for works of this nature. It ought to be a small contribution to the promotion of literacy.
Sepheo sa buka ena ke ho ruta batho ba qalang alfabete. Ka ha ho na
le tlhokeho e kgolo ya dibuka tsa mofuta ona, ena ke kabelo e
nyenyane haholo tekong ya ho ntshetsa pele tsebo ya ho ithuta ho
ngola le ho bala naheng ena ya rona.This book is aimed at teaching
beginners the alphabet. The title also has English words. As there
is a great need for works of this nature, it ought to be a small
contribution to the promotion of literacy.
Morago ga metsotswana mong wa koloi a tswa a letsa molotsana a sena
kitso ya se se diragetseng. A ema a re tu, a leba kwa le kwa molodi
wa pina wa nyelela. Koloi ya gagwe e ntsho e ne ile. Casually and
confidently, he walked towards the spot where he had parked his car
– and then stopped dead in his tracks. Before him was an empty
parking space, and the black car was nowhere to be seen! And then?
Letsheng la kgauswi le gaboNandi go dula Nabulela, selotsoko sa
letlalo le lesweu. TatagoNandi o laetse banenyana ba hlorisago
Nandi gore ba mo tlele letlalo la Nabulela gore a ba lebalele.
Banenyana ba tla fenya sephedi se sa go tshosa? Sepedi version of a
Nguni myth about a white-skinned monster that ate people.
|
|