UNzingo oyinqununu kwisikolo saseSulenkama kuQumbu wenzelwa
amayelenqe ngabahlali ade agxothwe kuba befuna uZweni oyinzalelwane
yale lali abe yinqununu kwesi sikolo. Emva kwamahlandinyuka,
uNzingo uya eKapa ngenjongo yokuziqalela ubomi obutsha. Yena uZweni
nangona esifumene isikhundla sobunqunuu kodwa uhleli ubomi
bentshontsho. Nzingo is the principal of a Sulenkama school in
Qumbu. He is betrayed by the community that hopes to have him
ousted and replaced by Zweni.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!