Libali elingo-Inam owashiywa ngabazali bakhe abaya eFransi kumalume
wakhe uSipho nomalumekazi wakhe uMandisa. Waya kutyelela apho
kwamalume nomhlobo wakhe wenene uDuma kuba wayengafuni ukuya yedwa.
Indawo leyo yiRowerbay kwaye u-Inam waye engayithathele ngqalelo
kangako. Ude akhatshwe nguyise, ubona ikati kule ndawo oyika
kakhulu. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula,
zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali
angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali
angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe
umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20
kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi
kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula
lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula
ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!