Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
|
Buy Now
Reading is Easy: Intliziyo elahlekileyo: Grade 6 (Xhosa, Paperback)
Loot Price: R113
Discovery Miles 1 130
You Save: R15
(12%)
|
|
Reading is Easy: Intliziyo elahlekileyo: Grade 6 (Xhosa, Paperback)
Series: Reading Is Easy
(sign in to rate)
List price R128
Loot Price R113
Discovery Miles 1 130
You Save R15 (12%)
Expected to ship within 5 - 10 working days
|
Le ncwadi ingenkwenkwana enguLungile. ULungile uthanda umdlalo
webhola ekhatywayo, ebonakalisa ukuzimisela kodwa wadibana
nentombazana enguPhakama, intliziyo yakhe yathabatheka kakhulu.
Wafumana ithuba lokudanisa noPhakama ixeshana, walahlekelwa
nguPhakama ngokusuka emke namanye amakhwenkwe. Wachola into
eyayisemqaleni kaPhakama enophawu lwentliziyo wayigcina eza kumnika
akumbona.
Wayesoloko ecinga ngendlela anokumbona ngayo uPhakama. Iincwadi
zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya
ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe,
amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha
kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali
linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu
lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda
kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.