UNyambura uyokutyelela uMakhulu wakhe! Ufika emarikeni
ephithizelayo afumanise ukuba ungowokugqibela emgceni wabantu
abalinde ibhasi engekafiki. Ngelixa elinde ibhasi, uNyambura
ukhumbula izinto ezonwabisayo abazenzileyo yena nomakhulu wakhe.
Kanye ngexesha akude lee ngeengcinga, umgca wabantu abalindele
ibhasi uya usiba mfutshane ngokubamfutshane ngenxa yesehlo
esenzekela bonke abantu abalindele ibhasi. Ingaba uNyambura
onobubele uza kukwazi ukubangenisa ebhasini nganye nganye
kwangexesha?
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!