0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Young children's, early learning & special book types > Special book types > Picture books > Picture storybooks

Not currently available

AmaPhupha oMdanisi weBhaleyi - Ibali Eliyinyani (Xhosa, Paperback) Loot Price: R96
Discovery Miles 960
You Save: R24 (20%)

AmaPhupha oMdanisi weBhaleyi - Ibali Eliyinyani (Xhosa, Paperback)

Michaela DePrince, Elaine DePrince; Illustrated by Ella Okstad

 (sign in to rate)
List price R120 Loot Price R96 Discovery Miles 960 You Save R24 (20%)

Bookmark and Share

Supplier out of stock. If you add this item to your wish list we will let you know when it becomes available.

UMichaela DePrince wathi xa eneminyaka emithathu wachola ifoto yomdanisi webhaleyi. Loo foto yabutshintsha ubomi bakhe. Ngelo xesha wayehlala kwikhaya labantwana abangenabazali eSierra Leone. Kodwa wakhawuleza wathathwa lusapho oluthile lwamenza umntwana walo, lwaza waya kuhlala naye eMelika.

Nangona uMichaela wayeqale ngokungayazi ukuba yintoni ibhaleyi, zange ayilibale ifoto yomdanisi webhaleyi awayeyibone ebuncinaneni bakhe. Wayefuna ukonwaba njengaloo mdanisi. Umama wakhe wamsa kwizifundo zebhaleyi esakuqaphela indlela ayithanda ngayo. Yaba kukuqala kwakhe ukudanisa oko. UMichaela wachongwa njengoyena mdanisi mncinane kwiDance Theatre of Harlem yaye ngoku udanisa neDutch National Ballet, eyona nkampani iphambili kwibhaleyi. UMichaela uye wangumdanisi ophambili kwidotyhumentari eyaziwayo, iFirst Position. Ukhe wavela kwiTV amatyeli ngamatyeli, kuquka kwiDancing with the Stars, Good Morning America nakwiBBC News. Ngo-2014, iThe Times yamfaka kwi‘Top 25 Under 20’ uMichaela yaza iElle UK yamfaka kwi‘30 Under 30’.

Ngo-2015, inkqubo yeTV yesiDatshi iye yalungiselela ukuba uMichaela adibane okokuqala noMegali Messac, laa mdanisi webhaleyi wayembone efotweni.

General

Imprint: Jonathan Ball Publishers
Country of origin: South Africa
Release date: June 2017
Authors: Michaela DePrince • Elaine DePrince
Illustrators: Ella Okstad
Dimensions: 179 x 137 x 7mm (L x W x T)
Format: Paperback
Pages: 57
ISBN-13: 978-1-86842-825-0
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Life skills & personal awareness, general studies > Personal awareness: family, relationship & social issues > Fostering & adoption
Books > Children's & Educational > Life skills & personal awareness, general studies > Personal issues > Self-awareness & self-esteem
Books > Children's & Educational > Geography & environment > Geography > Human geography / peoples of the world > General
Books > Children's & Educational > Young children's, early learning & special book types > Special book types > Picture books > Picture storybooks
Books > Children's Fiction & Fun > Young Children's Early Learning & Special Book Types
LSN: 1-86842-825-7
Barcode: 9781868428250

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

Partners