0
Your cart

Your cart is empty

Books

Buy Now

Ukuthand'umntu (Paperback) Price: R175
Discovery Miles 1 750

Ukuthand'umntu (Paperback)

Nceba Tyobeka

 (sign in to rate)
Price R175
Sold by
Verity Publishers - Fulfilled by Loot
Discovery Miles 1 750

Bookmark and Share

Expected to ship within 7 - 10 working days

Xa uLinda eqokelela iimpahla zakhe njengokuba wayeza kuhamba umphelo emzini wakhe nje kufika uMandla ongumnakwabo Sinethemba. USinethemba ongunkosikazi kaLinda akasaxatyiswanga njengakudala kuba umyeni wakhe mva nje sele ezithandela abantu abangootata. Andithi kaloku uLinda usis'tabane, kwaye uthi esakubona umntu wasebuhlanti asuk' aphambane ngaye. Naye uMandla uthi nje esandula ukufika kwaSinethemba uLinda azifake kuye, kodwa uMandla akayithandi tu nale nto yakhe yokumphathaphatha kwiindawo zomziba zabucala. Kuthi ngenye imini xa uSinethemba esandula ukuphuma endlwini uLinda adlwengule uMandla. Le nto yomdlwengulondini igqibela ibeka uMandla ekufeni. Ukhumbule ke u'ba uLinda uye wamthembisa ukumsa eyunivesithi ngeemali zakhe engacelwanga mntu. Andithi uLinda ubesazi u'ba ufuna ukumenza ntoni umntwan' omntu. Ingxaki kaLinda kukuba ubesoyisakala kukuzibamba xa ebona amadoda. ULinda uthi esakuphuma ejele emva kweshumi leminyaka axabane benoLulama obesele ethandana benoSinethemba ngeli xesha yena esentolongweni. Ekugqibeleni uLinda ukubona kulungile u'ba aye kufundela ukuba nguGqirha eMpumalanga kunokuba aman' elwel' umfazi wakhe nenye indoda. Kanti ke enye into ebangelwe kukuhamba kwakhe uLinda sisithunzela ebesikade sidlala ngaye okoko. Kodwa uLinda uthini ngosapho lwakhe njengokuba ehamba yedwa nje?

General

Imprint: Verity Publishers
Authors: Nceba Tyobeka
Format: Paperback
Pages: 158
ISBN-13: 978-1-990985-00-3
Categories: Books
LSN: 1-990985-00-9
Barcode: 9781990985003

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

Partners