0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Fiction > Fiction dealing with specific issues

Buy Now

Uphuziwe UWhitney (Xhosa, Paperback) Price: R189
Discovery Miles 1 890

Uphuziwe UWhitney (Xhosa, Paperback)

 (sign in to rate)
Price R189
Sold by
Aristata Bookshop - Fulfilled by Loot
Discovery Miles 1 890

Bookmark and Share

Expected to ship within 4 - 6 working days

Ukuphuzwa kwakhe okokuqala yinto angasoze ayilibale uWhitney. Ukungazi kobuntwana kudedele isilongolongo somlilo wobutsha – ukuthandana, imihlali nokuthi ncithi. Yonke le nto ikhangeleka iyinto efanelekileyo kuye, kodwa ke utitshalakazi wakhe amthanda kakhulu, uNkskz Pillay, umlumkisa ngelithi ubumnandi bobutsha buye buthi kanti bugqume incind' ekhala. Kuthi kungekudala uWhitney oseneminyaka elishumi elinesithathu nje ayingcamle le ncindi yekhala – intlungu yokuswelekelwa, inxeba lokungcatshwa nobukrakra bokubukulwa. Ububona ngawakhe amehlo ubukho be-HIV nobe-AIDS, aze ke azifumane ekwimeko apho kufuneka ukuba athathe izigqibo ezinzima nezibujikayo ubomi bomntu. Eli bali likaWhitney lichukumisa kunene lisekelwe kwilokishi yaseThembalethu eNtshona Koloni lisizobela umfanekiso othe gca weemeko elujongene nazo ulutsha lweAfrika eseZantsi umhla nezolo. Uhambo lwakhe luhambo ekufuneka ukuba sonke siluthathe – uhambo lokuzibhenca ngaphakathi emphefumlweni, ekuthi kulo kufuneke sithathe izigqibo malunga nezo zinto zibalulekileyo kuthi nezo mpawu zentsulungeko sinqwenela ukuphila ngazo. Ootitshala bangayisebenzisa le ncwadi, Uphuziwe uWhitney, njengenxenye yephulo lokufunda nge-HIV/AIDS nokuyithintela. Umyalezo wale noveli wethemba, ukuqonda nokuthintela, ugqithiswa ngokucacileyo nangokuchukumisayo kwabo bangabona basemngciphekweni wokuba ngamaxhoba kabhubhani we-AIDS – ulutsha lwethu. Ikhona incwadi esiSikhokelo sikaTitshala efumaneka ngesiNgesi kubashicileli nenemibuzo ekunokusekelwa kuyo ingxoxo, ekwanawo namaphepha emisebenzi yabafundi abanokuwafotokopa.

General

Imprint: Voices in Africa
Country of origin: South Africa
Release date: December 2004
Dimensions: 210 x 148 x 6mm (L x W x T)
Format: Paperback
Pages: 104
ISBN-13: 978-0-620-31835-8
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Life skills & personal awareness, general studies > General
Books > Children's & Educational > Fiction > Fiction dealing with specific issues > General
Books > Children's Fiction & Fun > Fiction Dealing With Specific Issues
Books > Children's Fiction & Fun > General
Promotions
LSN: 0-620-31835-X
Barcode: 9780620318358

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

You might also like..

Skin We Are In - A Celebration Of The…
Sindiwe Magona, Nina G. Jablonski Paperback R135 Discovery Miles 1 350
Isikhumba Esikuso - Ihlombe…
Sindiwe Magona, Nina G. Jablonski Paperback R277 Discovery Miles 2 770
Begin Again
Oliver Jeffers Hardcover R490 Discovery Miles 4 900
My So-Called Friend
Prudence Makau Paperback R220 R197 Discovery Miles 1 970
Ben en die Boelies
Zuleka Smit Paperback R190 R178 Discovery Miles 1 780
My Sister Lives On The Mantelpiece
Annabel Pitcher Paperback  (1)
R220 R197 Discovery Miles 1 970
Esperanza Rising
Pam Mu noz Ryan Paperback R190 Discovery Miles 1 900
The Swim Team
Catherine Jarvis Paperback R275 R246 Discovery Miles 2 460
Us in the Before and After
Jenny Valentine Paperback R257 R233 Discovery Miles 2 330
Liwa And Nomfie, Chasing Sunsets - Liwa…
Jackie Phamotse Paperback R209 Discovery Miles 2 090
Oh, Mama It's Red Apples - Liwa: Book 2
Jackie Phamotse Paperback R209 Discovery Miles 2 090
Liwa And Noel - Liwa: Book 3
Jackie Phamotse Paperback R209 Discovery Miles 2 090

See more

Partners