0
Your cart

Your cart is empty

Browse All Departments
  • All Departments
Price
  • R100 - R250 (1)
  • -
Status
Brand

Showing 1 - 1 of 1 matches in All Departments

UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika (Xhosa, Paperback): Archbishop Ndumiso Harry Ngada UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika (Xhosa, Paperback)
Archbishop Ndumiso Harry Ngada
R136 R107 Discovery Miles 1 070 Save R29 (21%) Ships in 5 - 10 working days

Yintlaninge yencwadi ezibhaliweyo zapapashwa kweli ngobuKrestu buphela nezimalunga neeNkonzo eziziMeleyo. Ezinye zibhalwe ziincakuba zeengqiqi-buThixo ezinye zazo zibhalelwe uluntu. Kuzo zombini ezi nkalo akukho nenye ebhalwe ngamalungu ezi nkonzo.

UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika yincwadi eyahluke kakhulu ngendlela ezimbini; okokuqala ababhali bayo ngamaAfrika azinkokheli zeNkonzo eziziMeleyo-bebalisa ibali labo; bezithethela ngokwabo. Le ncwadi ibuza umbuzo wokuba kutheni le nto zivumelekile ezinye izizwe ukuba zamkele ubuKrestu zibugcine nobuzwe bazo? Kungoba kutheni lento kufuneka uguquke ube liNgesi ukuze ube ngumKrestu osulungekileyo? Bubumdaka ukuba ngumAfrika akuhlangani nokukhanya kobuKrestu!! Njani?

Amanqaku-ntengiso:

  • Intembeko: Ingangubani na umnye onegunya lokusixelela eli bali ngaphandle komntu ezitye kuye esikhumbeni izagweba zengcinezelo njengomAfrika nanjengomKrestu okwayinkokheli kwezi nkonzo?
  • Ikhwelo: Le ncwadi ihlaba ikhwelo kuthi sonke, abangamaKrestu nabangengawo, lokuba uKrestu akayomali ehlala ezipokothweni zababala lithile kuphela.
  • Ibuza imibuzo eyoyikwayo: Omnye wale mibuzo ngothi, kungani na ukuba xa ungumAfrika kufuneka ungazihlanganisi nobumdaka nobuhedeni bobuAfrika ujike uzibize ngoKrestu? Kungabonwa ngxaki kumKrestu okwaliNgesi.
Free Delivery
Pinterest Twitter Facebook Google+
You may like...
Arcwave Voy
R2,099 R1,589 Discovery Miles 15 890
Sellotape Double-Sided Tape (12mm x 33m)
R52 Discovery Miles 520
White Glo 2in1 Whitening Toothpaste with…
R60 Discovery Miles 600
Staedtler 14cm Multi-Use Scissors (Right…
R21 Discovery Miles 210
Goldair USB Fan (Black | 15cm)
R150 Discovery Miles 1 500
Monopoly Mzanzi Edition
R1,699 R1,599 Discovery Miles 15 990
Bostik Art & Craft White Glue (100ml)
R51 Discovery Miles 510
Marvel Spiderman Fibre-Tip Markers (Pack…
R57 Discovery Miles 570
Nintendo Joy-Con Neon Controller Pair…
 (1)
R1,899 R1,729 Discovery Miles 17 290
Bostik Crystal Clear Tape (18mm x 20m)
R47 R43 Discovery Miles 430

 

Partners