|
Showing 1 - 6 of
6 matches in All Departments
Ngentliziyokazi ebukhulu bungange Afrika, uMama Jumbo ufika kwindlela iZanzibar ezimisele ukwakha indlu, enze abahlobo abatsha aze ahlale khona. Kwizahluko ezinomdla ezihlanu, uNiki Daly wazisa abadlali abanomtsalane kwaye abonwabisayo kubantwana beminyaka yonke. Wamkelekile kwindlela iZanzibar! With a heart as big as Africa, Mama Jumbo arrives on Zanzibar Road ready to build a house, make new friends and settle down. Come to Zanzibar Road, and meet a colourful and entertaining cast of characters who will delight children of all ages.
UMizana ube nokurareka ngombana azi bonyana akazwisisi isiNgisi.
Ukhule wafunda ngokubekezela. Namhlanje sisebenzi sakamabonakude
begodu ukghona ukufunda iindaba kuhle ngesiNgisi. Mizana has a hard
time because she does not understand English. She grows up and
studies hard. Today she is a TV presenter and she reads the English
news very well.
UJane noRosie babengabasebenzi basekhitshini. Qho kusasa, babephunga kunye babukele nomabonakude. UJane wayeyithanda idolophu ababehlala kuyo, kodwa iphupha likaRosie yayikukuya kwiindawo ezikude, eziphesheya kolwandle. Ngenye imini kumabonakude kwabuzwa umbuzo uRosie, wayenayo impendulo eyayizokumwinisa uhambo oluya eLondon. Story of a domestic worker who wins a trip to London.
|
You may like...
Loot
Nadine Gordimer
Paperback
(2)
R398
R369
Discovery Miles 3 690
Loot
Nadine Gordimer
Paperback
(2)
R398
R369
Discovery Miles 3 690
|