Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
|
Buy Now
Reading is Easy: Amanzi: Ulwelo lwendalo olungummangaliso: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Loot Price: R96
Discovery Miles 960
You Save: R12
(11%)
|
|
Reading is Easy: Amanzi: Ulwelo lwendalo olungummangaliso: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Series: Reading Is Easy
(sign in to rate)
List price R108
Loot Price R96
Discovery Miles 960
You Save R12 (11%)
Expected to ship within 5 - 10 working days
|
Libali elingokubaluleka kwamanzi ebomini bethu. Kuchazwa
nangeendlela ngeendlela amanzi aguquguquka ngayo abe yenye imo,
umzekelo, abe ngumkhenkce nomphunga. Kuchatshazelwa nemvelaphi
yemvula nemisebenzi yamanzi jikelele. Imvelaphi yamanzi, iilwandle
nokukhuseleka kwawo ukuba aselwe yeminye imiba echatshazelwayo
kweli bali.
Ungcoliseko lwamanzi ngomnye umbandela ophambili ochatshazelwayo
kakhulu kwibali eli. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi
Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi,
amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali
angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe
umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali
linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu
lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda
kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.