Izinja zikolunzima lona uqhankqalazo. Azithandi kwaye
azonelisekanga yimpatho eziyifumana kubaphathi bazo. Zide
zafikelela kwisigqibo sokuba ziqokelelane zizenzele owazo umbuso
apho zingazukuphathwa ngabantu. Zazizakutsho zohlukane nomkhwa
wokusetyenziswa nzima emva koko zivuzwe ngokutyiswa amathambo.
Ingaba ziza kuphumelela kweli linge lazo? The dogs are on a very
serious strike. They are dissatisfied with the treatment they
receive from their bosses.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!