UDuma onephupha lokuba ngumdlali ophambili wepiyano ngenye imini.
Ingxaki ufunda nabafundi abakrwada kunene esikolweni sakhe.
Phakathi kwezinto abathanda ukuzenza kukulwa ngalo lonke ixesha.
Omnye wabo nguRoni osoloko echukelana noDuma. Nangona kunjalo,
iphupha lakhe lazaliseka. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi
Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi,
amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali
angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe
umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20
kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi
kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula
lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula
ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!