Ingamabali amabini anesiqalo esifanayo kodwa iziphelo zahlukene.
Elinye lingoDuba ohlala noyise namanye amalungu osapho.
Bebengabazingeli de bagqiba ukuba bafudukele kwithafa
elinezilwanyana zokuzingela. Luhambo olude kunene ukuya apho kuloo
ndawo. Kwanyanzeleka baphumle endaweni ekufuphi namanzi emva
kokuhamba uhambo olude kunene kungekho siqabu. Kwathi kanti yindawo
ekufuphi nolwandle. Bahlala apho unaphakade. Iincwadi
zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya
ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe,
amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha
kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali
linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu
lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda
kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!