Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
|
Buy Now
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-2: Inkawu egezayo: Level 2: Book 2: Grade 1 (Xhosa, Paperback)
Loot Price: R37
Discovery Miles 370
You Save: R4
(10%)
|
|
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-2: Inkawu egezayo: Level 2: Book 2: Grade 1 (Xhosa, Paperback)
Series: Vuma
(sign in to rate)
List price R41
Loot Price R37
Discovery Miles 370
You Save R4 (10%)
Expected to ship within 5 - 10 working days
|
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba
iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye
imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo
izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi
Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe
ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi
babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo
eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.
Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba
lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi
ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
You might also like..
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.