Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
|
Buy Now
Reading is Easy: Uluvo! Bona, yiva, ngcamla, phatha unukise: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Loot Price: R96
Discovery Miles 960
You Save: R12
(11%)
|
|
Reading is Easy: Uluvo! Bona, yiva, ngcamla, phatha unukise: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Series: Reading Is Easy
(sign in to rate)
List price R108
Loot Price R96
Discovery Miles 960
You Save R12 (11%)
Expected to ship within 5 - 10 working days
|
Kuchazwa ngeendidi ngeendidi zemizwa abantu abanayo equka
owokubona, owokuva, owokungcamla, owokuphatha nowokunukisa. Udidi
ngalunye lucazululwe ngokomsebenzi walo. Akuphelelanga apho, udidi
olo luyachazwa kakuhle imvelaphi yalo ngokwamalungu omzimba
emntwini. Iingxaki ezivelayo xa ilungu elo linxulumene nomzwa lowo
lingasebenzi nazo zichatshazelwe kanobom. Iincwadi zakwaHeinemann
zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe
iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala
unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo
ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu
lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe
umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda
luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye
bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.