Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts
|
Buy Now
Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Loot Price: R96
Discovery Miles 960
You Save: R12
(11%)
|
|
Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
Series: Reading Is Easy
(sign in to rate)
List price R108
Loot Price R96
Discovery Miles 960
You Save R12 (11%)
Expected to ship within 5 - 10 working days
|
Libali elingoGqirha Williyemu owalaliswa ubuthongo obukhulu
sisithunzela somntwana esingu-Anitha esafundisa unyana wakhe uZuko
ukuqhuba inqwelo-ntaka. Babekunye nomhlobo kaZuko, uLitha.
Isithunzela somntwana sasithanda kakhulu ukudlala ichess,
sanyanzelisa uWalter ukuba adlale naso kuloo nqwelontaka,
ngethamsanqa esaphumelela sehla singabhungisanga kwinqwelo-ntaka.
Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi
lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti
nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali
abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba
esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo
nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine.
Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele
ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!
|
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.