0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts

Buy Now

Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6 (Xhosa, Paperback) Loot Price: R113
Discovery Miles 1 130
You Save: R15 (12%)
Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6 (Xhosa, Paperback): S. Woodward

Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6 (Xhosa, Paperback)

S. Woodward

Series: Reading Is Easy

 (sign in to rate)
List price R128 Loot Price R113 Discovery Miles 1 130 You Save R15 (12%)

Bookmark and Share

Expected to ship within 5 - 10 working days

Le ncwadi ingokubaluleka kokunyaniseka koluntu ekuhlaleni, nokuliwa kolwaphulo-mthetho xa besebenzisana namapolisa. Sikwaboniswa ukuba abahlobo benene ababulahli ubuhlobo babo ngenxa yokuba bengasabonani ixesha elide kodwa banakho ukubugcina ubuhlobo babo nangona bebonana ixesha elincinci. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

General

Imprint: Heinemann Publishers (Pty) Ltd
Country of origin: South Africa
Series: Reading Is Easy
Release date: December 2012
Authors: S. Woodward
Dimensions: 210 x 150 x 5mm (L x W x T)
Format: Paperback
Pages: 32
ISBN-13: 978-0-7962-4626-4
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts > General
Books > Children's Fiction & Fun
LSN: 0-7962-4626-2
Barcode: 9780796246264

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

Partners