|
Showing 1 - 3 of
3 matches in All Departments
UmGaqo-siseko ngumthetho owongamileyo weRiphabliki kwaye
uyakuchaphazela ngeendlela ezahlukileyo. Amalungelo akho amaninzi
agunyazisiwe kumGaqo-siseko. Iinkcukacha ezimalunga namagunya
ePalamente, indlu yakho yowiso-mthetho lwephondo kunye nomasipala
wakho onokumvotela, ziyavela kulo mGaqo-siseko. Amagunya
nemisebenzi kaRhulumente nawo ayavela kumGaqo-siseko. Kule ncwadi
umGaqo-siseko uthiwe gqaba-gqaba kulungiselelwa abantu
ababhalelwayo.
UMthethosisekelo ungumthetho ophakeme weRiphabhulikhi futhi
uyakuthinta wena ngezindlela ezahlukene. Iningi lamalungelo akho
liqinisekisiwe kumthethosisekelo. Imininingwane mayelana namandla
ePhalamende, isishayamthetho sakho sesifundazwe kanye nomasipala
okungenzeka ukuthi wakuvotela, kuyatholakala kuMthethosisekelo.
Amandla kanye nemisebenzi kahulumeni nako kuyatholakala
kuMthethosisekelo. Kulolu shicilelo uMthethosisekelo uchaziwe
kancane kubantu obhalelwe bona.
Die Grondwet is die hoogste wet van die republiek en raak elke
landsburger op verskeie maniere. Persoonlike regte word deur die
Grondwet gewaarborg. Besonderhede oor die magte en pligte van die
Parliment, die provinsiale wetgewer en plaaslike owerhede word in
die Grondwet uiteengesit. In hierdie publikasie word die Grondwet
in maklike taal verduidelik aan die mense vir wie dit geskryf is.
|
You may like...
Loot
Nadine Gordimer
Paperback
(2)
R205
R168
Discovery Miles 1 680
Poldark: Series 1-2
Aidan Turner, Eleanor Tomlinson, …
Blu-ray disc
(1)
R53
Discovery Miles 530
|
Email address subscribed successfully.
A activation email has been sent to you.
Please click the link in that email to activate your subscription.