Le ncwadi ayipheleli nje ekonwabiseni abafundi, koko ikwabalisela
abafundi amabali enzekayo kuMzantsi Afrika omtsha, apho utata
agcina abantwana ahlambe nezitya ekhaya. La mabali akwafundisa
abafundi ukuba balumke kuzo zonke izinto abazenzayo ebomini,
ngakumbi ukuthandana komntu osemtsha nomntu omdala kakhulu kunaye.
This assortment of humorous short stories about the new South
Africa educates readers on the pitfalls of life, such as strange
romantic affairs and bizarre relationships.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!