0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English)

Buy Now

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi yomsebenzi: Level 3: Grade 1: Workbook (Xhosa, Paperback) Loot Price: R70
Discovery Miles 700
You Save: R9 (11%)
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi yomsebenzi: Level 3: Grade 1: Workbook (Xhosa, Paperback): Pearson Marang

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi yomsebenzi: Level 3: Grade 1: Workbook (Xhosa, Paperback)

Pearson Marang

Series: Vuma

 (sign in to rate)
List price R79 Loot Price R70 Discovery Miles 700 You Save R9 (11%)

Bookmark and Share

Expected to ship within 5 - 10 working days

Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.

General

Imprint: Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa
Country of origin: South Africa
Series: Vuma
Release date: August 2016
Authors: Pearson Marang
Dimensions: 297 x 210 x 3mm (L x W x T)
Format: Paperback
Pages: 48
ISBN-13: 978-0-636-19113-6
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > General
Books > Children's Fiction & Fun
LSN: 0-636-19113-3
Barcode: 9780636191136

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

Partners