![]() |
![]() |
Your cart is empty |
||
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts > Essays, letters & other non-fiction prose works
Unambitheko yincwadi equlethe izincoko ezichaphazela imiba kubomi esibuphilayo. Kula maxesha sikuwo, zininzi ezifika ziphithikeze ingqondo yomntu ontsundu atsho angazazi nokuba ubheka kweliphi icala. Zingena kweso sithuba ke izincoko kuba zona ziyayixhokonxa ingqondo, zimenze obelele avuke ebuthongweni. This is an essay book that focuses on different aspects of life.
Imitha yelanga yincwadi equlathe izincoko ezichaphazela imiba ngemiba yobomi esibuphilayo. Injongo yezi zincoko kukuxhokonxa thina lusapho lomzi kaPhalo, ingakumbi amanqenerha ekuzikiseni ukucinga, nokujonga ngeliso elibanzi kwizinto zendalo. Ikwakhuthaza nabo banaso esi sakhono sokucamngca batsho bacamngce nangakumbi. This essay book covers different aspects of life. It focuses on educating the nation on different things like environment, health and social justice.
Kgoboketso ye ke maikemisetso a Morena Matemane a go loma batho tsebe ka tseo di diragetsego bangwe, gore bona ba leke go di efoga. This is a collection of didactic essays and short stories. Some of the stories exploit some mishaps that befall men/women in their daily lives. Suitable for high school, tertiary level and general reading.
|
![]() ![]() You may like...
Inflammatory Mechanisms in Mediating…
Vickram Ramkumar, Leonard P. Rybak
Hardcover
R2,889
Discovery Miles 28 890
|