|
|
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts > Poetry texts & anthologies
Puku ye e tsweletsa mosomo wa boikgopolelo bja bangwadi ba bararo
woo o somisago ditaele le mokgwa go akaretsa dithetotumiso, sonete,
dithetosello le medumo. E fa thekgo yeo morutisi a e hlokago mabapi
le kelo le mekgwa ya go ruta. This is a creative work that offers
readers a variety of styles and forms, including praise poems,
sonnets, elegies and rhymes. It also offers teachers support and
methods of approach when teaching poetry.
Le yincwadi yemibongo egxile kakhulu kwezokuhlala kambe ke
ingazilibalanga nezopolitiko. Ezi zibongo azijolisanga nje kubantu
abadala koko zijolise komncinane nomdala, awazi amasiko akhe,
imvelaphi yakhe kwaye azi nangelizwe lakhe. Naso ke phambi kwakho
isithebe, ingulowo makazisikele indawo ayithandayo. This poetry
book focuses on social and political issues.
Le yindlela yezibongo zemveli ebonakalisa indlela ende ehanjwe lolu
didi loncwadi kwinkqubela yalo. Iqala kwizibongo zikaNtsikana apho
abonga khona uThixo kwinkulungwane yeshumi elinesithoba,
kubandakanywe izibongo zomthonyama ezigqwesileyo. Lenziwe nelinge
elincomekayo lokunika iintsingiselo zamagama anqabileyo. Indaba
yotyelo ayikholi, zifundele. This anthology of traditional poems
truly reflects the big strides that this genre has made in terms of
development. It embraces a handful of quality traditional poems.
|
You may like...
Mothtown
Caroline Hardaker
Paperback
R296
R271
Discovery Miles 2 710
|