|
Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Modern language learning material > Readers & reading schemes
Izinja zikolunzima lona uqhankqalazo. Azithandi kwaye azonelisekanga yimpatho eziyifumana kubaphathi bazo. Zide zafikelela kwisigqibo sokuba ziqokelelane zizenzele owazo umbuso apho zingazukuphathwa ngabantu, kwaye zizakutsho zohlukane nomkhwa wokusetyenziswa nzima emva koko zivuzwe ngokutyiswa amathambo kodwa zizo ezize nenyama. Ingaba zizakuphumelela kweli linge lazo? JFunda le noveli uzivele.
ULesego wayesokola kwiziBalo, yaye inkwenkwana eyayigeza uKabo,
wayemnxwala ngokukhohlakeleyo. Ngaminazana ithile, uLesego waba
nembono entle-wacinga indlela yokwenza imali eninzi. Ngoncedo lo
mhlobokazi wakhe uMpho, uLesego wafumana indlela engcono yokuhl
The Kagiso readers series is an illustrated graded reading scheme
for the foundation phase, which presents a range of situations and
contexts authentically and realistically. These readers will enable
learners to develop literacy skills incrementally and with
confidence to motivate them to read further. Reading is integrated
with other aspects of language, thus developing listening,
speaking, writing, thinking and reasoning skills, as well as
language structure and usage. Available in the following languages:
English, Afrikaans, Siswati, Sesotho, Xitsonga, Tshivenda, IsiZulu,
IsiXhosa, Setswana, Sepedi, IsiNdebele.
The Kagiso readers series is an illustrated graded reading scheme
for the foundation phase, which presents a range of situations and
contexts authentically and realistically. These readers will enable
learners to develop literacy skills incrementally and with
confidence to motivate them to read further. Reading is integrated
with other aspects of language, thus developing listening,
speaking, writing, thinking and reasoning skills, as well as
language structure and usage. Available in the following languages:
English, Afrikaans, Siswati, Sesotho, Xitsonga, Tshivenda, IsiZulu,
IsiXhosa, Setswana, Sepedi, IsiNdebele.
Izincwadi zakwaKagiso yimisebenzi yokufunda ehleliwe yaseNingizimu
Afrika ebhekiswe emazingeni aphansi emfundo (Izigaba R-3). Lezi
zincwadi ziyatholakala ngalezi zilimi ezilandelayo: English,
Afrikaans, Siswati, Xitsonga, Tshivenda, IsiZulu, Sesotho,
IsiXhosa, Setswana, Sepedi kanye nesiNdebele. Kagiso readers is a
South African graded reading scheme for the foundation phase
(Grades R-3). It is available in the following languages: English,
Afrikaans, siSwati, Xitsonga, Tshivenda, isiZulu, Sesotho,
isiXhosa, Setswana, Sepedi and isiNdebele set.
UChief elomteketiso wasetrongweni, uCamagu engazi nje, uhleli phezu
kobukhosi. Ummiselo yinto engenakuze yaziwe bani. Zinyanisile izazi
zamzuzu xa zisithi loo nto ayiyo umntu namhlanje, akangebi yiyo
kwixa elizayo. Uphuma etrongweni ngokuxolelwa uCamagu esafunga
iintupha kwinto yokuba wagwetywa engenatyala kwaye useza kumfumana
umntu owabulala uMpazamo umlingane wakhe ... 'The dug-out grave':
Intrigue, love, hatred, fate, betrayal - justice delayed but not
denied. Camagu, 40 years in prison for a crime he did not commit.
Dipuku tsa go bala tsa Re a gola, ke dipuku tseo di
beakanyeditswego baithuti ba dihlopa tsa tlase. Dipuku tse di
beakanyeditswe baithuti bao ba lego maemong a a fapanego a go
ithuta. Baithuti bao ba tsweletsego, ba magareng le bao ba hlokago
thuso. Di tsweletsa pele maleme a go ithuta gomme di ka somiswa go
tsweletsa pele ditetelo tseo di fapanego ka nako e tee.The magical
words of African storytellers are a real treat. In this graded
series, enthralling stories are written and illustrated for South
Africa's children. Infect your children with the 'reading bug'.
Go senyegile, maungo le merogo e mo mogwantong. E ngongorega ka ga
eng? Le gale setshaba ga se nne tlhogo e thata, se ithuta ka pele
le go lemoga fa boitekanelo le pholo e ntle di tlisiwa ke go ja
merogo le maungo. Pholo ga e rekwe, a re itlhokomeleng.Vege
UJane noRosie babengabasebenzi basekhitshini. Qho kusasa, babephunga kunye babukele nomabonakude. UJane wayeyithanda idolophu ababehlala kuyo, kodwa iphupha likaRosie yayikukuya kwiindawo ezikude, eziphesheya kolwandle. Ngenye imini kumabonakude kwabuzwa umbuzo uRosie, wayenayo impendulo eyayizokumwinisa uhambo oluya eLondon. Story of a domestic worker who wins a trip to London.
Funekile uphocakala kanyenti. Ngekungasati kahle Singisi.
Wabeketela wafundza. Lamuhla Funekile wetfula tindzaba teSingisi
kumabonakudze. As a child, Funekile has a hard time because she
does not understand English. She grows up and studies hard. Today
she
Le ntombazanyana ikhalela imali yokuyoqhina izinwele. Ize yaphiwa
le mali. Ubuhlungu bokuqhina nesikhathi eside esichithwa kwenziwa
umqhino, kwenze afunge ukuthi sobe aphinde enze lokhu. This young
girl cries until she is given the money to have her hairs.
|
|