0
Your cart

Your cart is empty

Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts

Buy Now

Reading is Easy: Njengokusebeza: Grade 5 (Xhosa, Paperback) Price: R147
Discovery Miles 1 470
Reading is Easy: Njengokusebeza: Grade 5 (Xhosa, Paperback): T. Marcus

Reading is Easy: Njengokusebeza: Grade 5 (Xhosa, Paperback)

T. Marcus

Series: Reading Is Easy

 (sign in to rate)
Price R147
Sold by
Booksmart Africa - Fulfilled by Loot
Discovery Miles 1 470

Bookmark and Share

Expected to ship within 15 - 17 working days

Kuchatshazelwa ukuba ukufa yinto eyenzeka kuye wonke umntu nokuba siyathanda okanye asithandi sonke siza kufa. Kugxininiswa kakhulu ukuba ukufa yinxalenye yobomi bethu bemihla ngemihla kude kube phakade. Kukhankanywa kakhulu abantu abafa ngenxa kagawulayo, kuxelwa ukuba baninzi abantu abasweleka ngolu hlobo. Iyavezwa nento yokuba uninzi lwabantu aluthethi ngokukhululekileyo ngokufa kuba lukoyika ukufa. Kuvezwa nento yokuba abanye bashiya imiyolelo, omnye uvakala ngokuthetha uba sele eza kusweleka. Kutyhilwa nento yokuba kwisiko lamaZulu lisiko ukuba umntu oswelekayo acele isibindi esiphekiweyo ukuba asitye. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

General

Imprint: Maskew Miller Learning
Country of origin: South Africa
Series: Reading Is Easy
Release date: December 2012
Authors: T. Marcus
Dimensions: 200 x 126 x 3mm (L x W x T)
Format: Paperback
Pages: 40
ISBN-13: 978-0-7962-4590-8
Languages: Xhosa
Categories: Books > Children's & Educational > Language & literature > Modern languages (other than English) > Literary texts > General
Books > Children's Fiction & Fun
Promotions
LSN: 0-7962-4590-8
Barcode: 9780796245908

Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate? Let us know about it.

Does this product have an incorrect or missing image? Send us a new image.

Is this product missing categories? Add more categories.

Review This Product

No reviews yet - be the first to create one!

You might also like..

Vetplant Fairies
Ingrid De Kok, Antjie Krog Paperback R290 Discovery Miles 2 900
Om Teen Treine Te Skree - Dramabundel…
Tanya Viviers Paperback R329 Discovery Miles 3 290
X-Kit Presteer! Letterkunde Studiegids…
C. Janse van Rensburg, J.J. De Bruijn, … Paperback R149 R49 Discovery Miles 490
Nuwe Alles-In-Een: Modderkoekies: Vlak…
Mart Meij, Beatrix de Villiers Paperback R112 Discovery Miles 1 120
Best Books gegradeerde leesreeks: Vlak 1…
Best Books Paperback R125 Discovery Miles 1 250
I Love to Tell the Truth (Afrikaans Book…
Shelley Admont, Kidkiddos Books Hardcover R672 Discovery Miles 6 720
I Love to Tell the Truth (English…
Kidkiddos Books Hardcover R672 Discovery Miles 6 720
I Love to Sleep in My Own Bed (Afrikaans…
Shelley Admont, Kidkiddos Books Hardcover R672 Discovery Miles 6 720
I Love to Sleep in My Own Bed (English…
Shelley Admont, Kidkiddos Books Hardcover R672 Discovery Miles 6 720
Let's play, Mom! - English French
Shelley Admont, Kidkiddos Books Hardcover R672 Discovery Miles 6 720
Nuwe alles-in-een: Pret in die gesin…
Mart Meij, Beatrix de Villiers Paperback R112 Discovery Miles 1 120
Nuwe alles-in-een: Mamma: Vlak 2…
Mart Meij, Beatrix de Villiers Paperback R112 Discovery Miles 1 120

See more

Partners