|
|
Books > Children's & Educational > The arts > Performing arts > Drama, theatre, acting > General
Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula
nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa
kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa
iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka
kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba. Kumaxhoba singabalula
intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye
ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le
ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo
engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela. Kazi yozala
nkomoni na le ntiyo? Masizivele! The story is about a young school
girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is
engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl
and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the
warder at a prison and this is where she starts to have a feeling
of revenge. This eBook is a digital version of the printed,
CAPS-approved book. Benefits of the ePUB format include: The
ability to view on a desktop computer, notebook or tablet.; As
learners adjust fonts, rotate and flip pages, content reflows to
fit the device's screen giving the user a more flexible experience;
and Learners can take notes, highlight and bookmark, and access
video and audio for visual learning.
In "Julius Caesar," Rome serves as the setting for a tragic tale of
betrayal, murder, and vengance.
 |
I am Unique
(Paperback)
Kennedy Long, Kaidyn Long, Ania Dalton
|
R378
Discovery Miles 3 780
|
Ships in 18 - 22 working days
|
|
|
|
You may like...
Trustfall
Pink
CD
R287
R174
Discovery Miles 1 740
|