Umfana oselula owayesenkundleni yamatyala yayingu-Obi Okonkwo,
igosa eliphezulu kwiNkozo yobuRhulumente. U-Obi Okonkwo wayetyholwa
ngokwamkela isinyobo. ‘Andisifumani isizathu esibangele ukuba
uvumele ukunyotywa,’ yatsho iJaji, ‘Ungumfana oselula ofundileyo.
Umfana oselula esijonge lukhulu kuye.’ Uthe u-Obi akuweva la mazwi
zaphalala iinyembezi. U-Obi wayelahlekelwe yinto yonke.
Wayelahlekelwe ngunina. Wayebhubhile. Kwaye wayelahlekelwe
nayintombi awayeyithanda – yayimshiyile, ingasayi kuphinda ibuye.
Ayikho enye into eyayinokubuya imlahlekele u-Obi Okonkwo.
General
Is the information for this product incomplete, wrong or inappropriate?
Let us know about it.
Does this product have an incorrect or missing image?
Send us a new image.
Is this product missing categories?
Add more categories.
Review This Product
No reviews yet - be the first to create one!